Igenesis 31:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ULabhan wafika kuYakobi. Ke kaloku uYakobi ubeyigxumekile intente yakhe entabeni; uLabhan nabazalwana bakhe bagxumeka entabeni yaseGiliyadi.

Igenesis 31

Igenesis 31:14-28