Igenesis 24:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yakhawuleza, yawugalela umphanda wayo emkhombeni wokuseza, yagidima yaya kukha futhi equleni, yazikhelela zonke iinkamela zakhe.

Igenesis 24

Igenesis 24:12-24