Igenesis 22:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wavuka uAbraham kusasa, walibopha iesile lakhe, wathabatha amabini kumadodana akhe, noIsake unyana wakhe, wacanda iinkuni zedini elinyukayo, wesuka waya endaweni abemxelele yona uThixo.

Igenesis 22

Igenesis 22:1-13