Igenesis 22:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Khawuthabathe unyana wakho, emnye kuwe, omthandayo, uIsake, uhambe uye ezweni laseMoriya, umnyuse khona abe lidini elinyukayo, phezu kwentaba endokuxelela yona.

Igenesis 22

Igenesis 22:1-12