Igenesis 20:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wavuka kwakusasa uAbhimeleki, wababiza bonke abakhonzi bakhe, wawathetha onke la mazwi ezindlebeni zabo. Oyika kakhulu loo madoda.

Igenesis 20

Igenesis 20:7-11