Igenesis 20:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoko mbuyise umfazi wale ndoda, ngokuba ingumprofeti; yókuthandazela ukuba uphile; ukuba uthe akwambuyisa, yazi ukuba ùya kufa, wena nabo bonke onabo.

Igenesis 20

Igenesis 20:4-14