Igenesis 2:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uAdam, Eli ke ngoku lithambo lasemathanjeni am, yinyama yasenyameni yam; lo yena ukubizwa kothiwa ngumfazi, ngokuba ethatyathwe endodeni.

Igenesis 2

Igenesis 2:15-25