Igenesis 18:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. UYehova wabonakala kuye eMiokini* kaMamre, ehleli emnyango wentente, ekufudumaleni kwemini.

2. Wawaphakamisa amehlo akhe, wabona, nango amadoda amathathu emi ngakuye. Wabona, wagidima, eya kuwakhawulela, esuka emnyango wentente.

Igenesis 18