Igenesis 18:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawaphakamisa amehlo akhe, wabona, nango amadoda amathathu emi ngakuye. Wabona, wagidima, eya kuwakhawulela, esuka emnyango wentente.

Igenesis 18

Igenesis 18:1-5