Igenesis 16:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSarayi kuAbram, Ukoniwa kwam makube phezu kwakho; umkhonzazana wam ndimnike mna esifubeni sakho; úthe akubona ukuba umithi, ndacukucezeka emehlweni akhe; uYehova makagwebe phakathi kwam nawe.

Igenesis 16

Igenesis 16:1-14