UEbhere wazalelwa oonyana bababini; igama lomnye belinguPelege,* ngokuba ngemihla yakhe bahlukahluka abemi behlabathi; igama lomninawa wakhe belinguYoketan.