Ieksodus 8:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Okanye ukuba uthe akwabandulula abantu bam, yabona, ndithuma izibawu kuwe, nakubakhonzi bakho, nakubantu bakho, nasezindlwini zakho, zizale izindlu zamaYiputa zizibawu, nomhlaba akuwo;

Ieksodus 8

Ieksodus 8:20-28