Ieksodus 8:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuMoses, Vuka kusasa ngomso, ume phambi koFaro, nanko ephuma esiya emanzini; uthi kuye, Utsho uYehova ukuthi, Bandulule abantu bam, baye kundikhonza.

Ieksodus 8

Ieksodus 8:15-28