Ieksodus 34:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Ukuba undibabále, Nkosi yam, mayihambe phakathi kwethu iNkosi yam; kuba bengabantu abantamo ilukhuni. Xolela ubugwenxa bethu nesono sethu, usenze ilifa lakho.

Ieksodus 34

Ieksodus 34:1-13