Ieksodus 34:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Yabona, ndènza umnqophiso; ndiya kwenza imisebenzi ebalulekileyo, engazanga idalwe ehlabathini lonke nasezintlangeni zonke, phambi kwabantu bonke bakowenu; bonke abantu ophakathi kwabo wena bowubona umsebenzi kaYehova; ngokuba yinto eyoyikekayo eniya kuyenza kuwe.

Ieksodus 34

Ieksodus 34:1-18