Ieksodus 2:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yawunqika, yambona umntwana; nantso inkwenkwana ilila. Yaba nofefe ngayo, yathi, Ngumntwana wamaHebhere lo.

Ieksodus 2

Ieksodus 2:1-9