Ieksodus 2:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yehla ke intombi kaFaro, isiya kuqubha emlanjeni; baye abakhonzazana bayo behamba ngasecaleni lomlambo. Yabona umkhombe engcotyeni phakathi, yathuma umkhonzazana wayo, ukuba aye kuwuthabatha.

Ieksodus 2

Ieksodus 2:4-7