Ieksodus 17:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Banxanelwa amanzi apho abantu; abantu bamkrokrela uMoses, bathi, Yini na ukuba usinyuse siphume eYiputa, nosapho lwethu, nemfuyo yethu, uze kusibhubhisa ngenxano?

Ieksodus 17

Ieksodus 17:1-10