Ieksodus 17:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babambana abantu noMoses, bathi, Sínike amanzi, sisele. Wathi uMoses kubo, Yini na ukuba nibambane nam? Yini na ukuba nimlinge uYehova?

Ieksodus 17

Ieksodus 17:1-3