Iduteronomi 26:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

aniphakamise ngaphezu kweentlanga zonke azenzileyo, ukuba nibe yindumiso, negama, nendili; nibe ngabantu abangcwele kuYehova uThixo wenu, njengoko wakuthethayo.

Iduteronomi 26

Iduteronomi 26:10-19