Iduteronomi 26:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

NoYehova namhla unibangile nina, wathi ningabantu abayinqobo kuye, njengoko wathethayo kuni, ukuze niyigcine yonke imithetho yakhe;

Iduteronomi 26

Iduteronomi 26:17-19