Iduteronomi 2:17-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

17. wathetha uYehova kum, esithi,

18. Namhla uya kugqitha emdeni wakwaMowabhi oyiAre,

19. usondele malungana noonyana baka-Amon. Uze ungababandezeli, uze ungabambani nabo; kuba ezweni loonyana baka-Amon andiyi kukunika ndawo yakuma; ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.

Iduteronomi 2