Iduteronomi 2:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

usondele malungana noonyana baka-Amon. Uze ungababandezeli, uze ungabambani nabo; kuba ezweni loonyana baka-Amon andiyi kukunika ndawo yakuma; ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.

Iduteronomi 2

Iduteronomi 2:10-20