Ekayuda 1:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndinga ke ndinganikhumbuza, nangona nikwazi oku kakade, ukuba iNkosi, yakuba ibasindisile abantu emhlabeni waseYiputa, yathi ngokwesibini yabatshabalalisa abo bangakholwanga.

Ekayuda 1

Ekayuda 1:4-6