Ngokunjalo nalo ulwimi, lulilungu elincinanana nje, luyagwagwisa kakhulu.Yabona ke, umlilo omncinane utshisa ihlathi elikhulu.