Ekayakobi 3:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona, nayo imikhombe, ímikhulu kangaka nje, íqhutywa nje yimimoya enamandla, ijikwa ngomthi wokujika omncinanana, iye apho sukuba umlawuli angxamele ukuba ingaya ngakhona.

Ekayakobi 3

Ekayakobi 3:3-14