Abagwebi 6:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabona uGidiyon ukuba sisithunywa sikaYehova; wathi uGidiyon, Yoo! Nkosi Yehova! Nditsho ngokuba ndibonene nesithunywa sikaYehova.

Abagwebi 6

Abagwebi 6:19-25