Abagwebi 6:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Saza isithunywa sikaYehova sesa incam yentonga esesandleni saso, sachukumisa inyama nezonka ezingenagwele; wenyuka umlilo elityeni, wayidla inyama nezonka ezingenagwele, saza isithunywa sikaYehova semka ke emehlweni akhe.

Abagwebi 6

Abagwebi 6:19-26