Intliziyo yam ingakubamisi-mthetho bakwaSirayeli,Ingakwabo baqhutywa yintliziyo yabo phakathi kwabantu;Bongani uYehova.