Kwakunyulwe oothixo abatsha,Kwaza kwayimfazwe emasangweni;Ingweletshetshe nomkhonto wawubonwa yini na,Phakathi kwamawaka amashumi mané akwaSirayeli?