Abagwebi 5:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UGiliyadi phesheya kweYordan walala, àkalwa;UDan ke yena walibala yini na ngasezinqanaweni?UAshere wahlala ngaselunxwemeni lolwandle.Walala phantsi ngasemachwebeni alo, àkalwa.

Abagwebi 5

Abagwebi 5:14-24