Abagwebi 5:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubuhlaleleni na phakathi kwezibaya,Uphulaphula amakhwelo emihlambini?Emijelweni yakwaRubhenYaba kukugocagoca okukhulu kwentliziyo.

Abagwebi 5

Abagwebi 5:11-23