Abagwebi 3:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bakhala oonyana bakaSirayeli kuYehova; wabavelisela uYehova oonyana bakaSirayeli umsindisi owabasindisayo, onguOteniyeli, unyana kaKenazi, umninawa kaKalebhi.

Abagwebi 3

Abagwebi 3:1-18