Abagwebi 3:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafikelwa nguMoya kaYehova, wawalawula amaSirayeli, waphuma waya kulwa. UYehova wamnikela esandleni sakhe uKushan-rishatayim, ukumkani wakwa-Aram; isandla sakhe saba namandla phezu koKushanrishatayim.

Abagwebi 3

Abagwebi 3:4-12