Abagwebi 20:46 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi ke onke awawáyo kumaBhenjamin ngaloo mini aba ngamashumi amabini anesihlanu amawaka, ingamadoda arhola ikrele; onke ke lawo ayengamadoda anobukroti.

Abagwebi 20

Abagwebi 20:45-48