Abagwebi 20:45 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ajika ke, asabela entlango, engxondorheni yeRimon. Bacholachola ke kuwo emendweni amawaka amahlanu amadoda; bathana mbende nawo bada besa eGidiyom, babulala kuwo amawaka amabini amadoda.

Abagwebi 20

Abagwebi 20:37-48