Abagwebi 20:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baphuma ke bonke oonyana bakaSirayeli, labizelwa ndawonye lonke ibandla njengandoda-nye, lathabathela kwaDan lesa eBher-shebha, nelizwe laseGiliyadi, laya kuYehova eMizpa.

Abagwebi 20

Abagwebi 20:1-5