Abagwebi 19:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuze bonke ababona oko bathi, Okunje akuzanga kubekho; akuzanga kubonwe kususela kumhla abanyuka ngawo oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa, unanamhla; kubekeleni iintliziyo zenu oku, nicebe, nithethe.

Abagwebi 19

Abagwebi 19:29-30