Abagwebi 15:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ehla amadoda angamawaka amathathu, evela kwaYuda, aya emqhokrweni wengxondorha yase-Etam, athi kuSamson, Akwazi na ukuba amaFilisti ayasilawula? Yintoni na le usenzé yona? Wathi kuwo, Njengoko enze ngako kum, ndenzé ngako nam kuwo.

Abagwebi 15

Abagwebi 15:9-19