Abagwebi 15:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi amadoda akwaYuda, Yini na ukuba ninyuke nize phezu kwethu? Athi wona, Sinyuke seza kukhonkxa uSamson, senze kuye njengoko enze ngako kuthi.

Abagwebi 15

Abagwebi 15:5-16