Abagwebi 11:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathi kuye, Bawo, ùwuvulile umlomo wakho kuYehova; yenza kum njengoko kuphume emlonyeni wakho; okunje uYehova akwenzele impindezelo ezintshabeni zakho, oonyana baka-Amon.

Abagwebi 11

Abagwebi 11:35-37