Abagwebi 11:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi akuyibona, wazikrazulu iingubo zakhe, wathi, Yini na le, ntombi yam! Ùndithobile kakhulu wena ungowabandihlisele intlekele Mna ndiwuvulile umlomo wam kuYehova; andinakubuya umva.

Abagwebi 11

Abagwebi 11:31-40