Abagwebi 11:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabaleka uYifeta phambi kwabazalwana bakhe, wahlala ezweni laseTobhi. Kwathuthelana kuYifeta amadoda angenabuntu, aphuma naye.

Abagwebi 11

Abagwebi 11:1-11