Abagwebi 11:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UmkaGiliyadi wamzalela oonyana; bakhula oonyana bomkakhe, bamgxotha uYifeta, bathi kuye, Akuyi kudla lifa endlwini kabawo, ngokuba ungunyana wankazana yimbi wena.

Abagwebi 11

Abagwebi 11:1-5