Abagwebi 10:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babasusa oothixo bolunye uhlanga phakathi kwabo, bakhonza uYehova. Wakhathazeka umphefumlo wakhe ngokwaphuka kwamaSirayeli.

Abagwebi 10

Abagwebi 10:14-18