Abagwebi 10:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi oonyana bakaSirayeli kuYehova, Sonile; yenza wena kuthi ngokubona kwakho; kodwa khawusihlangule okwanamhla.

Abagwebi 10

Abagwebi 10:13-16