Abagwebi 10:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Emva koAbhimeleki kwavela uTola, unyana kaPuwa, unyana kaDodo, umIsakare, ohleli eShamire ezintabeni zakwaEfrayim