Abagwebi 10:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva koAbhimeleki kwavela uTola, unyana kaPuwa, unyana kaDodo, umIsakare, ohleli eShamire ezintabeni zakwaEfrayim; wawasindisa amaSirayeli.

Abagwebi 10

Abagwebi 10:1-10