2 Usamuweli 9:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide kuye, Musa ukoyika; ngokuba ndiya kukwenzela inceba ngenene, ngenxa kaYonatan uyihlo, ndikubuyisele onke amasimi kaSawule uyihlo; wena udle isonka etafileni yam ngamaxesha onke.

2 Usamuweli 9

2 Usamuweli 9:1-9