2 Usamuweli 9:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weza uMefibhoshete, unyana kaYonatan, unyana kaSawule, kuDavide, wawa ngobuso, waqubuda. Wathi uDavide, Mefibhoshete. Wathi ke yena, Nanku lo mkhonzi wakho.

2 Usamuweli 9

2 Usamuweli 9:1-13